ISityhilelo 1:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ndathi ndakumbona, ndawa ezinyaweni zakhe, ndanjengofileyo. Yena wabeka isandla sakhe sasekunene phezu kwam, wathi: “Sukoyika. NdingowokuQala+ nowokuGqibela,+ ISityhilelo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:17 IMboniselo,1/15/2009, iphe. 30-31
17 Ndathi ndakumbona, ndawa ezinyaweni zakhe, ndanjengofileyo. Yena wabeka isandla sakhe sasekunene phezu kwam, wathi: “Sukoyika. NdingowokuQala+ nowokuGqibela,+