ISityhilelo 2:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 ‘Ndiyazazi izinto ozenzileyo, umsebenzi wakho nokunyamezela kwakho, yaye awubanyamezeli abantu abanobubi, futhi uyabavavanya abo bathi bangabapostile,+ kodwa bengengabo, yaye ubafumanise bengamaxoki. ISityhilelo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:2 IMboniselo,5/15/2003, iphe. 11
2 ‘Ndiyazazi izinto ozenzileyo, umsebenzi wakho nokunyamezela kwakho, yaye awubanyamezeli abantu abanobubi, futhi uyabavavanya abo bathi bangabapostile,+ kodwa bengengabo, yaye ubafumanise bengamaxoki.