17 “‘Onendlebe makayive into ethethwa ngumoya emabandleni,+ eyile: Umntu owoyisayo+ ndiza kumnika intwana yemana efihliweyo,+ ndize ndimnike ilitye elincinci elimhlophe, ekubhalwe kulo igama elitsha ekungekho mntu ulaziyo ngaphandle kwalowo ulinikwayo.’