ISityhilelo 4:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 “Ufanele Yehova* Thixo wethu onamandla,+ ukwamkela uzuko+ nembeko,+ kuba wadala zonke izinto,+ nangenxa yokuthanda kwakho zabakho yaye zadalwa.” ISityhilelo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:11 IMboniselo,12/1/2008, iphe. 31
11 “Ufanele Yehova* Thixo wethu onamandla,+ ukwamkela uzuko+ nembeko,+ kuba wadala zonke izinto,+ nangenxa yokuthanda kwakho zabakho yaye zadalwa.”