ISityhilelo 5:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ndabona ndaza ndeva ilizwi leengelosi ezininzi ezijikeleze itrone nezidalwa eziphilayo nabadala, yaye inani lazo lalingamashumi amawaka aphindwe ngamashumi amawaka namawaka amawaka,+ ISityhilelo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:11 Vukani!,4/2011, iphe. 29
11 Ndabona ndaza ndeva ilizwi leengelosi ezininzi ezijikeleze itrone nezidalwa eziphilayo nabadala, yaye inani lazo lalingamashumi amawaka aphindwe ngamashumi amawaka namawaka amawaka,+