ISityhilelo 6:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kwakhona ndayibona xa yayisusa isitampu sesithandathu, kwabakho inyikima yomhlaba enkulu, yaye ilanga laba mnyama oku kwengxowa eyenziwe ngoboya besilwanyana,* yaza inyanga yanjengegazi,+ ISityhilelo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:12 “Sonke ISibhalo”, iphe. 147-148
12 Kwakhona ndayibona xa yayisusa isitampu sesithandathu, kwabakho inyikima yomhlaba enkulu, yaye ilanga laba mnyama oku kwengxowa eyenziwe ngoboya besilwanyana,* yaza inyanga yanjengegazi,+