ISityhilelo 10:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ndaya kwingelosi ndaza ndathi mayindinike umsongo omncinci. Yona yathi kum: “Wuthathe, uwutye uwugqibe,+ yaye siza kuba buhlungu* isisu sakho, kodwa emlonyeni wakho uza kuba mnandi njengobusi.”
9 Ndaya kwingelosi ndaza ndathi mayindinike umsongo omncinci. Yona yathi kum: “Wuthathe, uwutye uwugqibe,+ yaye siza kuba buhlungu* isisu sakho, kodwa emlonyeni wakho uza kuba mnandi njengobusi.”