ISityhilelo 12:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Wazala unyana,+ inkwenkwe, eza kuzalusa zonke iintlanga ngentonga yentsimbi.+ Umntwana wakhe wathathwa wasiwa kuThixo nakwitrone yakhe.
5 Wazala unyana,+ inkwenkwe, eza kuzalusa zonke iintlanga ngentonga yentsimbi.+ Umntwana wakhe wathathwa wasiwa kuThixo nakwitrone yakhe.