ISityhilelo 12:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngoko vuyani nina mazulu nani nihlala kuwo! Usengxakini ke wena mhlaba nawe lwandle,+ kuba uMtyholi uhlile weza kuni, enomsindo kakhulu, kuba uyazi ukuba ixesha analo lifutshane.”+ ISityhilelo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:12 Okufundiswa YiBhayibhile, iphe. 80 UBukumkani BukaThixo Buyalawula!, iphe. 22
12 Ngoko vuyani nina mazulu nani nihlala kuwo! Usengxakini ke wena mhlaba nawe lwandle,+ kuba uMtyholi uhlile weza kuni, enomsindo kakhulu, kuba uyazi ukuba ixesha analo lifutshane.”+