ISityhilelo 17:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ndambona lo mfazi ukuba unxilile ligazi labangcwele naligazi lamangqina kaYesu.+ Ndathi ndakumbona ndamangaliswa kakhulu.
6 Ndambona lo mfazi ukuba unxilile ligazi labangcwele naligazi lamangqina kaYesu.+ Ndathi ndakumbona ndamangaliswa kakhulu.