ISityhilelo 17:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Baza kulwa neMvana,*+ kodwa kuba iyiNkosi yeenkosi noKumkani wookumkani,+ iMvana iza* kuboyisa.+ Nabo babiziweyo nabakhethiweyo, nabathembekileyo abakunye nayo baza kuboyisa.”+ ISityhilelo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:14 IMboniselo,7/15/2015, iphe. 14-15 6/15/2012, iphe. 18 1/1/2007, iphe. 27 ‘Umlandeli Wam’, iphe. 23
14 Baza kulwa neMvana,*+ kodwa kuba iyiNkosi yeenkosi noKumkani wookumkani,+ iMvana iza* kuboyisa.+ Nabo babiziweyo nabakhethiweyo, nabathembekileyo abakunye nayo baza kuboyisa.”+
17:14 IMboniselo,7/15/2015, iphe. 14-15 6/15/2012, iphe. 18 1/1/2007, iphe. 27 ‘Umlandeli Wam’, iphe. 23