3 Kuba ngenxa yewayini yomnqweno wayo wokuziphatha kakubi ngesondo, zonke iintlanga zomhlaba ziye zangamaxhoba,+ ookumkani bomhlaba baziphatha kakubi ngesondo kunye nayo,+ noosomashishini bomhlaba baba zizityebi ngenxa yobunewunewu eye yabuqokelela ingenazintloni.”