10 Emva koko ndawa phantsi phambi kwayo ukuze ndiyinqule. Kodwa yathi kum: “Lumka! Ungayenzi loo nto!+ Ndilikhoboka njengawe nabazalwana bakho abanomsebenzi wokungqina ngoYesu.+ Khonza uThixo!+ Kuba injongo yesiprofeto kukunikela ubungqina ngoYesu.”+