ISityhilelo 21:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kodwa nantoni na engcolileyo naye nabani na owenza into eyenyanyekayo okanye owenza amaqhinga akazukungena kuso.+ Ngabo babhaliweyo kumsongo wobomi weMvana* kuphela abaza kungena.+
27 Kodwa nantoni na engcolileyo naye nabani na owenza into eyenyanyekayo okanye owenza amaqhinga akazukungena kuso.+ Ngabo babhaliweyo kumsongo wobomi weMvana* kuphela abaza kungena.+