ISityhilelo 22:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa yathi kum: “Lumka! Ungayenzi loo nto! Ndilikhoboka njengawe nabazalwana bakho abangabaprofeti nanjengabo bathobela amazwi alo msongo. Khonza uThixo.”+
9 Kodwa yathi kum: “Lumka! Ungayenzi loo nto! Ndilikhoboka njengawe nabazalwana bakho abangabaprofeti nanjengabo bathobela amazwi alo msongo. Khonza uThixo.”+