Genesis 35:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wakha khona isibingelelo waza wayibiza loo ndawo ngokuthi yiEl-bheteli, kuba kulapho uTHIXO oyinyaniso wazityhilayo kuye ekubalekeni kwakhe esimka kumntakwabo.+
7 Wakha khona isibingelelo waza wayibiza loo ndawo ngokuthi yiEl-bheteli, kuba kulapho uTHIXO oyinyaniso wazityhilayo kuye ekubalekeni kwakhe esimka kumntakwabo.+