Genesis 45:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 UYosefu akabanga saba nako ukuzibamba phambi kwabo babemi ngakuye.+ Ngoko wadanduluka wathi: “Khuphani wonke ubani olapha emke kum!” Akwabakho bani ngakuye ekuzaziseni kukaYosefu kubantakwabo.+
45 UYosefu akabanga saba nako ukuzibamba phambi kwabo babemi ngakuye.+ Ngoko wadanduluka wathi: “Khuphani wonke ubani olapha emke kum!” Akwabakho bani ngakuye ekuzaziseni kukaYosefu kubantakwabo.+