Eksodus 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuya kufuneka ndisolule isandla sam+ ndize ndiyixabele iYiputa ngazo zonke izenzo zam ezimangalisayo endiya kuzenza phakathi kwayo; wothi ke emva koko anindulule.+
20 Kuya kufuneka ndisolule isandla sam+ ndize ndiyixabele iYiputa ngazo zonke izenzo zam ezimangalisayo endiya kuzenza phakathi kwayo; wothi ke emva koko anindulule.+