Numeri 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ukususela kwabanamashumi amabini eminyaka ubudala ukusa phezulu,+ bonke abaphuma umkhosi kwaSirayeli.+ Nize nibabhalise ngokwemikhosi yabo, wena noAron.
3 ukususela kwabanamashumi amabini eminyaka ubudala ukusa phezulu,+ bonke abaphuma umkhosi kwaSirayeli.+ Nize nibabhalise ngokwemikhosi yabo, wena noAron.