Numeri 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba ngawam onke amazibulo phakathi koonyana bakaSirayeli, kubantu nakwizilo.+ Mhla ndaxabela onke amazibulo ezweni laseYiputa+ ndazingcwalisela wona.+
17 Kuba ngawam onke amazibulo phakathi koonyana bakaSirayeli, kubantu nakwizilo.+ Mhla ndaxabela onke amazibulo ezweni laseYiputa+ ndazingcwalisela wona.+