Numeri 10:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kwaza kwanduluka isahlulo sezizwe ezithathu senkampu yoonyana bakaDan+ esasinamajoni akhusele+ iinkampu zonke ngokwemikhosi yabo, inguAhiyezere+ unyana ka-Amishadayi phezu komkhosi waso.
25 Kwaza kwanduluka isahlulo sezizwe ezithathu senkampu yoonyana bakaDan+ esasinamajoni akhusele+ iinkampu zonke ngokwemikhosi yabo, inguAhiyezere+ unyana ka-Amishadayi phezu komkhosi waso.