Numeri 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko bahlanganisana nxamnye+ noMoses noAron baza bathi kubo: “Kwanele ngani, ngokuba indibano iphela ingcwele+ yaye uYehova uphakathi kwayo.+ Yini na, ke, ukuba niziphakamise phezu kwebandla likaYehova?”+ Numeri ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:3 IMboniselo,10/15/2012, iphe. 13 8/1/2000, iphe. 10
3 Ngoko bahlanganisana nxamnye+ noMoses noAron baza bathi kubo: “Kwanele ngani, ngokuba indibano iphela ingcwele+ yaye uYehova uphakathi kwayo.+ Yini na, ke, ukuba niziphakamise phezu kwebandla likaYehova?”+