-
Numeri 19:7INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
7 Umele ke umbingeleli ahlambe izambatho zakhe, ahlambe nomzimba wakhe ngamanzi, yaye emva koko angangena enkampini; kodwa loo mbingeleli uya kuba ngongahlambulukanga kude kuhlwe.
-