47 Wandula ke uMoses wathabatha esiqingatheni soonyana bakaSirayeli inxalenye enye kokungamashumi amahlanu, ebantwini nakwizilwanyana zasekhaya, wakunika abaLevi,+ abagcine imbopheleleko+ yabo emnqubeni kaYehova, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.