1 Samuweli 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwathi ke kwaba yimini yokuba uElikana abingelele, yaye wanika uPenina umfazi wakhe nabo bonke oonyana bakhe neentombi zakhe izabelo;+
4 Kwathi ke kwaba yimini yokuba uElikana abingelele, yaye wanika uPenina umfazi wakhe nabo bonke oonyana bakhe neentombi zakhe izabelo;+