1 Samuweli 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Bandula ke bavuka ekuseni baqubuda phambi koYehova, ekwathi emva koko babuya baza bafika endlwini yabo eRama.+ Ke kaloku uElikana waba neentlobano zokwazana+ noHana umfazi wakhe, waza uYehova waqala ukumkhumbula.+ 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:19 IMboniselo,3/15/2007, iphe. 16
19 Bandula ke bavuka ekuseni baqubuda phambi koYehova, ekwathi emva koko babuya baza bafika endlwini yabo eRama.+ Ke kaloku uElikana waba neentlobano zokwazana+ noHana umfazi wakhe, waza uYehova waqala ukumkhumbula.+