1 Samuweli 21:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wandula ke wesuka uDavide waza waqhubeka ebaleka+ wemka ngenxa kaSawule ngaloo mini, yaye ekugqibeleni wafika kuAkishe ukumkani waseGati.+
10 Wandula ke wesuka uDavide waza waqhubeka ebaleka+ wemka ngenxa kaSawule ngaloo mini, yaye ekugqibeleni wafika kuAkishe ukumkani waseGati.+