2 Kumkani 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula umntu kaTHIXO oyinyaniso+ wathumela kukumkani wakwaSirayeli, esithi: “Zilinde ungadluli ngakule ndawo,+ ngenxa yokuba kulapho amaSiriya eza khona.”+
9 Wandula umntu kaTHIXO oyinyaniso+ wathumela kukumkani wakwaSirayeli, esithi: “Zilinde ungadluli ngakule ndawo,+ ngenxa yokuba kulapho amaSiriya eza khona.”+