2 Kumkani 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwathi kamsinya nje bakufika eSamariya, uElisha wathi kubo: “Owu Yehova, wavule amehlo aba ukuze babone.”+ Ngoko nangoko uYehova wawavula amehlo abo, babona; nabo bephakathi eSamariya.
20 Kwathi kamsinya nje bakufika eSamariya, uElisha wathi kubo: “Owu Yehova, wavule amehlo aba ukuze babone.”+ Ngoko nangoko uYehova wawavula amehlo abo, babona; nabo bephakathi eSamariya.