20 Umoya+ kaThixo wagubungela+ uZekariya+ unyana kaYehoyada+ umbingeleli, kangangokuba wema phambi kwabantu wathi kubo: “Utsho uTHIXO oyinyaniso ukuthi, ‘Kutheni nigqitha umyalelo kaYehova, nize ningabi nampumelelo?+ Ngenxa yokuba nimshiyile uYehova, naye, uya kunishiya.’”+