2 Kronike 24:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kwathi ekuqaleni+ konyaka umkhosi wamajoni waseSiriya+ wenyuka nxamnye naye,+ wangenela uYuda neYerusalem. Waza wonakalisa zonke iinkosana+ zabantu phakathi kwabantu, namaxhoba azo wazithumela kukumkani waseDamasko.+
23 Kwathi ekuqaleni+ konyaka umkhosi wamajoni waseSiriya+ wenyuka nxamnye naye,+ wangenela uYuda neYerusalem. Waza wonakalisa zonke iinkosana+ zabantu phakathi kwabantu, namaxhoba azo wazithumela kukumkani waseDamasko.+