Ezra 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nabani na oye wasala kuzo zonke iindawo ahlala kuzo njengomphambukeli,+ amadoda endawo yakhe makamncede ngesilivere nangegolide nangeempahla nangezilwanyana zasekhaya kunye nomnikelo wokuzithandela+ wendlu yoTHIXO oyinyaniso, eyayiseYerusalem.’”
4 Nabani na oye wasala kuzo zonke iindawo ahlala kuzo njengomphambukeli,+ amadoda endawo yakhe makamncede ngesilivere nangegolide nangeempahla nangezilwanyana zasekhaya kunye nomnikelo wokuzithandela+ wendlu yoTHIXO oyinyaniso, eyayiseYerusalem.’”