INdumiso 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UThixo uya kubagqala njengabanetyala ngokuqinisekileyo;+Baya kuwa ngenxa yecebo labo.+Ngobuninzi bokunxaxha kwabo mabasasazwe,+Ngenxa yokuba bakuvukele.+
10 UThixo uya kubagqala njengabanetyala ngokuqinisekileyo;+Baya kuwa ngenxa yecebo labo.+Ngobuninzi bokunxaxha kwabo mabasasazwe,+Ngenxa yokuba bakuvukele.+