INdumiso 31:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ubomi bam buphelile ngenxa yentlungu,+Neminyaka yam ngenxa yokuncwina.+Ngenxa yesiphoso sam amandla am akhubekile,+Namathambo am abuthathaka.+
10 Kuba ubomi bam buphelile ngenxa yentlungu,+Neminyaka yam ngenxa yokuncwina.+Ngenxa yesiphoso sam amandla am akhubekile,+Namathambo am abuthathaka.+