INdumiso 88:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukanti mna ke, Yehova, ndikhale kuwe ndicela uncedo,+Nakusasa umthandazo wam uyakuhlangabeza.+