INgoma yazo iiNgoma 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Abalindi+ ababehambahamba esixekweni bandifumana. Bandibetha, bandingxwelerha. Abalindi beendonga+ bandihlutha ingubo yam yokwaleka.
7 Abalindi+ ababehambahamba esixekweni bandifumana. Bandibetha, bandingxwelerha. Abalindi beendonga+ bandihlutha ingubo yam yokwaleka.