INgoma yazo iiNgoma 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Sahluke njani isithandwa sakho kwisithandwa somnye,+ nzwakazi ibalaseleyo phakathi kwamabhinqa?+ Sahluke njani isithandwa sakho kunesinye isithandwa, ukuba wenjenje ukusifungisa?”+
9 “Sahluke njani isithandwa sakho kwisithandwa somnye,+ nzwakazi ibalaseleyo phakathi kwamabhinqa?+ Sahluke njani isithandwa sakho kunesinye isithandwa, ukuba wenjenje ukusifungisa?”+