INgoma yazo iiNgoma 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Siye phi na isithandwa sakho, wena uyeyona nzwakazi phakathi kwamabhinqa?+ Sijikele ngaphi na isithandwa sakho, ukuze sikufunise sona?”
6 “Siye phi na isithandwa sakho, wena uyeyona nzwakazi phakathi kwamabhinqa?+ Sijikele ngaphi na isithandwa sakho, ukuze sikufunise sona?”