Isaya 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye kumele kusale kuyo ubhikico njengasekuvuthululweni komnquma: iziqhamo ezibini okanye ezithathu zomnquma phezulu esebeni; ezine okanye ezihlanu emasebeni athwala isiqhamo apho,” utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:6 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 196
6 Kwaye kumele kusale kuyo ubhikico njengasekuvuthululweni komnquma: iziqhamo ezibini okanye ezithathu zomnquma phezulu esebeni; ezine okanye ezihlanu emasebeni athwala isiqhamo apho,” utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli.+