Isaya 30:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wonk’ ubani ngokuqinisekileyo uya kuba neentloni ngesizwana esingazisi zingenelo nakubani na, esingeloncedo nesingazisi ngenelo, kodwa esisisizathu sokudana kwanonobangela wongcikivo.”+
5 Wonk’ ubani ngokuqinisekileyo uya kuba neentloni ngesizwana esingazisi zingenelo nakubani na, esingeloncedo nesingazisi ngenelo, kodwa esisisizathu sokudana kwanonobangela wongcikivo.”+