Isaya 30:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Iwaka liya kungcangcazela ngenxa yokhalimelo lwalowo umnye;+ ngenxa yokhalimelo lwabahlanu niya kusaba nide nisale ninjengemasti encotsheni yentaba nanjengomqondiso endulini.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 30:17 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 308
17 Iwaka liya kungcangcazela ngenxa yokhalimelo lwalowo umnye;+ ngenxa yokhalimelo lwabahlanu niya kusaba nide nisale ninjengemasti encotsheni yentaba nanjengomqondiso endulini.+