Isaya 30:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kwaye iinkomo namaesile akhule ngokupheleleyo alima umhlaba aya kutya ukutya kwezilwanyana okunongwe ngomuncwane, okweliweyo ngomhlakulo+ nefolokhwe. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 30:24 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 311-312
24 Kwaye iinkomo namaesile akhule ngokupheleleyo alima umhlaba aya kutya ukutya kwezilwanyana okunongwe ngomuncwane, okweliweyo ngomhlakulo+ nefolokhwe.