Isaya 63:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndaqhubeka ndikhangela, kodwa kwakungekho mncedi; yaye ndaqalisa ukuzibonakalisa ndikhwankqisiwe, kodwa kwakungekho bani unikela inkxaso.+ Ngoko ingalo yam yandisindisa,+ nomsindo wam+ wandixhasa. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 63:5 IMboniselo,1/15/2007, iphe. 11 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 353-354
5 Ndaqhubeka ndikhangela, kodwa kwakungekho mncedi; yaye ndaqalisa ukuzibonakalisa ndikhwankqisiwe, kodwa kwakungekho bani unikela inkxaso.+ Ngoko ingalo yam yandisindisa,+ nomsindo wam+ wandixhasa.