Isaya 63:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kanye njengoko isilo sisihla siye kwithafa elisentlanjeni, wona kanye umoya kaYehova wabenza baphumla.”+ Ngaloo ndlela wabakhokela abantu bakho ukuze uzenzele igama elihle.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 63:14 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 357-359
14 Kanye njengoko isilo sisihla siye kwithafa elisentlanjeni, wona kanye umoya kaYehova wabenza baphumla.”+ Ngaloo ndlela wabakhokela abantu bakho ukuze uzenzele igama elihle.+