-
Yeremiya 40:15INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
15 UYohanan+ unyana kaKareya yena wathi kuGedaliya, emfihlekweni eMizpa: “Ndifuna ukuhamba, ngoku, ndize ndimxabele uIshmayeli unyana kaNetaniya, njengoko kungekho bani uya kwazi konke konke.+ Kutheni na efanele akuxabele emphefumlweni, yaye kutheni na onke la maYuda aqokelelwa ndawonye kuwe emele achithachitheke nentsalela yakwaYuda itshabalale?”+
-