Yeremiya 41:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uIshmayeli unyana kaNetaniya waphuma eMizpa wawahlangabeza, ehamba elila.+ Kwathi kamsinya akuqubisana nawo wathi kuwo: “Yizani kuGedaliya unyana ka-Ahikam.”
6 Ngoko uIshmayeli unyana kaNetaniya waphuma eMizpa wawahlangabeza, ehamba elila.+ Kwathi kamsinya akuqubisana nawo wathi kuwo: “Yizani kuGedaliya unyana ka-Ahikam.”