Yeremiya 44:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “‘Nanku umqondiso wenu,’+ utsho uYehova, ‘wokuba ndiphethulela ingqalelo yam kuni kule ndawo, ukuze nazi ukuba nakanjani na amazwi am aya kuba yinyaniso kuni kube yintlekele:+
29 “‘Nanku umqondiso wenu,’+ utsho uYehova, ‘wokuba ndiphethulela ingqalelo yam kuni kule ndawo, ukuze nazi ukuba nakanjani na amazwi am aya kuba yinyaniso kuni kube yintlekele:+