Yeremiya 46:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Nyukani, nina mahashe; nidlongozele, nina zinqwelo! Makaphume amadoda anamandla, uKushe+ noPuti,+ abaphatha ikhaka, namaLudi,+ aphatha nagoba isaphetha.
9 Nyukani, nina mahashe; nidlongozele, nina zinqwelo! Makaphume amadoda anamandla, uKushe+ noPuti,+ abaphatha ikhaka, namaLudi,+ aphatha nagoba isaphetha.