Mateyu 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoxa wayehleli kwiNtaba yemiNquma, abafundi baya kuye ngasese, besithi: “Sixelele, Ziya kubakho nini na ezi zinto, kwaye uya kuba yintoni na umqondiso wobukho+ bakho nowokupheliswa kwenkqubo yezinto?”+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 24:3 IMboniselo,2/15/2008, iphe. 21-22 Umntu Obalaseleyo, isahl. 111
3 Ngoxa wayehleli kwiNtaba yemiNquma, abafundi baya kuye ngasese, besithi: “Sixelele, Ziya kubakho nini na ezi zinto, kwaye uya kuba yintoni na umqondiso wobukho+ bakho nowokupheliswa kwenkqubo yezinto?”+