Mateyu 24:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ngoko nangoko emva kwembandezelo yaloo mihla ilanga liya kwenziwa mnyama,+ nenyanga+ ayiyi kunika ukukhanya kwayo, yaye kuya kuwa iinkwenkwezi ezulwini, namandla amazulu aya kugungqiswa.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 24:29 Umntu Obalaseleyo, isahl. 111 UBukumkani BukaThixo Buyalawula!, iphe. 226 “Sonke ISibhalo”, iphe. 147-148
29 “Ngoko nangoko emva kwembandezelo yaloo mihla ilanga liya kwenziwa mnyama,+ nenyanga+ ayiyi kunika ukukhanya kwayo, yaye kuya kuwa iinkwenkwezi ezulwini, namandla amazulu aya kugungqiswa.+
24:29 Umntu Obalaseleyo, isahl. 111 UBukumkani BukaThixo Buyalawula!, iphe. 226 “Sonke ISibhalo”, iphe. 147-148